Monthly Archives: August 2012

ISONDO LINGCOLA XA KUTHENI? – By Chap Yezimanga

Translations: ukwabelana ngesondo (Xhosa) – ukuya ocansini (Zulu) – sex (English) imilebe (Xhosa) – izindebe (Zulu) – lips (English) “Iyho! Sisi uyakundixolela, imilebe yakho ithi ndiphuze!” La ngamazwi omfundisi wenkonzo exelela elinye inenekazi endilaziyo. Eli nenekazi, masithi igama lalo nguNokuzola, … Continue reading

Posted in Uncategorized | Comments Off